Loading...

Download
  • Genre:Jazz
  • Year of Release:2016

Lyrics

We ntombazana entle

Enomkhitha

Ecikiziweyo

Molo

Bhijebhij'iyazijija

Iziqhenya ngobuhle bayo

Ngumntakabani lo uthi xa ethe gqi

Kusuke kukhanye

Yabobothek'indod'incumancumeza

Ingangacholi naphantsi


Molo molo

Molo ntombi

Molo

Molo molo

Molo ntombazana yow

Molo molo

Molo ntombi

Molo

Molo molo

Molo ntombazana


Madoda khwelelani

Ngowam lo uza phaya

Indod'ekrokrayo

Thath'ezakh'iintonga

Qula kwedini

Madoda khwelelani

Ngowam lo uza phaya

Lo uza phaya

Indod'ekrokrayo

Thath'ezakh'intonga

Qula kwedini

Qula kwedini

Ungandijong'ebhatyini

Ndityimal'am

Ndizityela

Amaqhosh'ebhatyam

Woah

Ungandicuntsi kaloku

Andityi kwakho

Ndizityela amaqhosh'ebhatyam


Aaahhah aaah aaahaaaah

Aaahhah aaah aaahaaaah


Jikujonge ngaphaya

Jik'ujonge ngaphaya ngaphaya

Ujonge ngaphaya


Aaahhah aaah aaahaaaah

Aaahhah aaah aaahaaaah

Jik'ujonge ngaphaya

Jik'ujonge ngaphaya


Ngumhlola ngumhlola mhle

UNonzwakazi

Ngumhlola ngumhlola

Mhl'uNonzwakazi


Cikiziwe

Unomkhitha

Intloko yam

Uyayiqhekeza hayi


Oh oh oh oh

Molo ntombi yasemathileni

Tyhini

Jik'ubulise kaloku

Nobundibona ndindongondongo ndinjena

Ungath'andiphilanga

Nguwe

Nobundibona ndindongondongo ndinjena

Andinxilanga

Nguwe


Molo molo molo ntombi

Molo

Molo molo molo

Ntombazana

Bulis'uKhwalo


Molo molo

Molo ntombi

Molo kaloku

Molo molo molo

Molo ntombazana


Nank'uKhwalo,

Bulisa, bulisa, bulisa

Ntombazana

Ndiza kuwe

Ndimaphikana

Ndiyabaleka

Ndihamb'emva kwakho

Jik'ujonge

Ngaphaya

Jika jika jika

Ujonge ngaphaya

Nank'uKhwal'esiza aaah

Ehheheehhehhh

Jik'ujonge

Jik'ujonge

Jik'ujonge

Ngaphaya ngaphaya ngaphaya

Jik'ujonge

Ujonge ngaphaya

Ayikh'enyindlela hayi

Yiza kuKhwalo

Khwalo

Ayikh'enyindlela

Ayikh'enyindlela

Yiza ngapha

Kaloku

Ntombazana mmhhmm

+

      -   or   -

      -   or   -

      NG +234

          Please Select A Playlist

          Add New Playlist

          Share on

          Embed: Love & Light EP

          Custom Size :

          • Default
          • Desktop(300*600)
          • Mobile(300*250)

          Type :

          • HTML/HTML5 (WordPress Supported)
          Get Boomplay Premium
          for
          Payment Method
          Pay With
            Review and pay
            Order Date
            Payment Method
            Due Today
            Flutterwave
              Subscription Successful

              Congratulations! You have successfully activated Boomplay 1 Month Premium.

              Now you have access to all the features of Boomplay App.
              Payment Failed

              Please check your balance and then try again.

              You'll lose your subscription if we don't have a working payment method for your account, so please check your payment details.
              Need help? Contact Boomplay Subscription Support.
              Payment Processing...
              10 s

              Payment is being processed by . Please wait while the order is being comfirmed.

              Payment Processing
              Your order is processing, and it may take up to a few days for the service provider to handle your payment. Please kindly stay tuned and check your order status in ‘User Center’.
              About Order Status