Singena nge-Bang (Re-Up) ft. Tazet & Far-Tricky Lyrics
- Genre:Hip Hop & Rap
- Year of Release:2024
Lyrics
In 2014 bebengandazi
Kanti kulendaba sendizoqopha umlando
Doing shit in 2024 we going high
Look at your man twist
Singena nge-Bang
Singena nge-Bang
Eshibini Singena nge-Bang
Kwi Re-Up Singena nge-Bang
And kwi Mix Singena nge-Bang
Singena nge-Bang
Singena nge-Bang
Singena nge-Bang
EStudio Singena nge-Bang
Eshibini Singena nge-Bang
Kwi Re-Up Singena nge-Bang
Singena nge-Bang
Singena nge-Bang
209 now I'm up,its my time
If you tripping I don't no fuck with em clowns
Mrgoodmusic,you know I'm always on the mission
Nawe uyabona skelekele spheki hit e kitchen
Amaxoki sawashiya lez ezibreak vision
Omakgopa basarhona lez ezilale koneni
Sikude ngengoma
Basbonile emazweni
Basivumile emsakazweni
Iyasinda lendlela Safundukubekzela
Umama esthandazela
Bekukude ebhakubha
Ilanga liyandishiya
Ndifuna lomadiba
In 2014 bebengandazi
Kanti kulendaba sendizoqopha umlando
Doing shit in 2024 we going high
Look at your man twist
Singena nge-Bang
Singena nge-Bang
Eshibini Singena nge-Bang
Kwi Re-Up Singena nge-Bang
And kwi Mix Singena nge-Bang
Singena nge-Bang
Singena nge-Bang
Singena nge-Bang
EStudio Singena nge-Bang
Eshibini Singena nge-Bang
Kwi Re-Up Singena nge-Bang
Singena nge-Bang
Singena nge-Bang
Skrr Skrr
Hater ziyothuka manje sidropper iBang
Taz*t Mamela Yaz athini lamaxoki?
Babebheja besith soze ndabetha nawe
Kanti yi Second track yam Lena ndiyibetha nawe
Sithathe uTaz*t thina samfaka ewest
Bav'iquality i-heavy babhalela iwest
I-inbox igcwele they asking for favors
Phaya ku Facebook ndibashaya ngo "seen"
Andisaringi ndifaka iblue tick
Abantu bakuxhasa xabekubona unyuka
Kona bazokuxhasa njan wena ubusy
Uzondana nabantu abasafuna ukunyuka
Yaz bathini xa bendiva kwi Bang
Bathetha kakhulu Yaz kum base Back
Kwi Videos zam bathi ndiyanyaba kwi dance
I-dance yam sebeyichava Jozi
Ndityityimbisa umnwe andi bang no banger
I'm on my Lane but they lack what I mean
On your first touch you'd be going down
Coz this game is tough,
They won't even fit in a trap dawg
Come put your verse Far-Tricky dawg
Singena nge-Bang let's get down
West never fall that's real dawg
That Music Video you never feel before
Put hands up ,where you come from
Singena nge-Bang eMotherland dawg
Skeem saam (yah yah)
We go straight nigga sfuna imali
Now I'm turning 24 wen unditsalel emva
Double cup no desh follow me now (Sippin)
Double cup no desh follow me now
Niggas I'm back sipping a lean and smoking the hubby
Siphethe abo sisi aba Top (aye)
Cava bafak'ama nails (aye)
All my Lane is plain
Ndihamba no Zak (aye)
Senza izaka (whooh)
Ndihamba no Zak (aye)
Senza izaka (whooh)
Bekudal ndiphusha ndisenza umnyakazo
Ngoku ndimdala ndizoyenza iplan
Cava ibhathu nigga yi-Vans
Hamba nge-Benz
Senze ibang (aye)
No no no no
Pride aside, please don't blame me
Kwi Re-Up (aye)
Eshibin (yah yah)
In 2014 bebengandazi
Kanti kulendaba sendizoqopha umlando
Doing shit in 2024 we going high
Look at your man twist
Singena nge-Bang
Singena nge-Bang
Eshibini Singena nge-Bang
Kwi Re-Up Singena nge-Bang
And kwi Mix Singena nge-Bang
Singena nge-Bang
Singena nge-Bang
Singena nge-Bang
EStudio Singena nge-Bang
Eshibini Singena nge-Bang
Kwi Re-Up Singena nge-Bang
Singena nge-Bang
Singena nge-Bang