Kwa Xhosa ft. Terry Gee Lyrics
- Genre:Hip Hop & Rap
- Year of Release:2023
Lyrics
Zalwa Kwa Xhosa mna, ndinama phupho mna
Ohh eyy
Ndiyawakhumbula amazwi, ndiyayikhumbula imfundiso yakho
Soze ndayilibala, andisoze, andisoze ndayilibala
Andisoze, andisoze ndayilibala
Ndiyawakhumbula amazwi, ndiyayikhumbula imizamo yakho
Andisoze, andisoze ndayilibala
Andisoze, andisoze ndayilibala
Andisoze andisoze ndayilibala
Ukuzithemba ne ntlonipho

Ndizalwa kwa Xhosa mna ndinama phupho mna
Uzoziqhenya ngam apho uleli Khona
Kudala ndisokola mna
Kudala ndisokola nawe
Ndihlala ndinqonqoza mna
Akude kuvulwe
Ndizalwa Kwa Xhosa mna ndinama phupho mna
Uzoziqhenya ngam apho uleli Khona
Apho uleli khona
Ndizalwa kwa Xhosa mna ndinama phupho mna
Uzoziqhenya ngam apho uleli Khona