Loading...

Download
  • Genre:Hip Hop & Rap
  • Year of Release:2022

Lyrics

Skhanda imali sidlu cheese


Yow

Mashesha

Eblawa

Okay

Mamela

Nantsi le hook up

Okay

Okay

Okay


Sfike kunje

Sahlala sunje

Sicule sithukwe

Silale sivuke


Sfike kunje

Sahlala sunje

Sicule sithukwe

Silale sivuke


Vuka uzibonele

Kham xelele

Thatha ubeke

Kha mbonise

Vula uvale

Kha mfundise

Thula umamele

Uvule indlebe


Ku dala mani

Kusonakala uku bone

Sixokiselana

Sisenza izinto ngoba

Hay ngoba kuzolunga

Supitseka qiniseka

Emane esithi vuleka

Ewe xa kunzima

Emane esithi kuzolunga

Ewe kusonakala

Emane esithi kudala

Kodwa uyasixokisela

Emane esithi sizojika xa ziqhubekeka

Supitseka qiniseka

Fondin

Supitseka qiniseka


Sendomelela ndizgixa

Ndathabatha ndizishiya

Ndazosula zisihla

Ewe ndaqhuba ndisiya

Ndazixelela ngobhala

Abantu becinga ndiyadlala

Ndawu vala ndaqhubekeka

Ndalahleka kunzima


Sfike kunje

Sahlala sunje

Sicule sithukwe

Silale sivuke


Sfike kunje

Sahlala sunje

Sicule sithukwe

Silale sivuke


Vuka uzibonele

Kham xelele

Thatha ubeke

Kha mbonise

Vula uvale

Kha mfundise

Thula umamele

Uvule indlebe


Bavile kwenzekile

Abanye ewe bothukile

Balile ngam

Ewe

Besekumele ndomelele

Bandivumele

Ndibenzele

Ewe ndibaphakele

Besekphekiwe

Ewe ndikusikele

Khawthathe uzilumele

Sfike kunje nangoku

Ewe yhu ne

Sivuke sitye siphangele

Sibuye siphindele

Kobanjalo mdali ngokmbono

Besenditshilo

Nangoku mos

Sisaphanda

Navala

Savula

Sangena

Sabulisa

Navuma

Sahlabela

Sacula

Nay ncanywa

Izyolo

Intandabuzo

Mhlawumbi ingazimpendulo

Ingangumbuzo

Ewe ingangumvuzo

Mhlawumbi singazuza

Abanye bayandibuza

Abanye bayakhuza

Abanye basafunda

Abanye bayayfuna

Ewe basabhuda

Ndithi kuzolunga

Ewe isezosuka


Sfike kunje

Sahlala sunje

Sicule sithukwe

Silale sivuke


Sfike kunje

Sahlala sunje

Sicule sithukwe

Silale sivuke


Vuka uzibonele

Kham xelele

Thatha ubeke

Kha mbonise

Vula uvale

Kha mfundise

Thula umamele

Uvule indlebe


Vuka uzibonele

Kham xelele

Thatha ubeke

Kha mbonise

Vula uvale

Kha mfundise

Thula umamele

Uvule indlebe

+

      -   or   -

      -   or   -

      NG +234

          Please Select A Playlist

          Add New Playlist

          Share on

          Embed: Love & Light EP

          Custom Size :

          • Default
          • Desktop(300*600)
          • Mobile(300*250)

          Type :

          • HTML/HTML5 (WordPress Supported)
          Get Boomplay Premium
          for
          Payment Method
          Pay With
            Review and pay
            Order Date
            Payment Method
            Due Today
            Flutterwave
              Subscription Successful

              Congratulations! You have successfully activated Boomplay 1 Month Premium.

              Now you have access to all the features of Boomplay App.
              Payment Failed

              Please check your balance and then try again.

              You'll lose your subscription if we don't have a working payment method for your account, so please check your payment details.
              Need help? Contact Boomplay Subscription Support.
              Payment Processing...
              10 s

              Payment is being processed by . Please wait while the order is being comfirmed.

              Payment Processing
              Your order is processing, and it may take up to a few days for the service provider to handle your payment. Please kindly stay tuned and check your order status in ‘User Center’.
              About Order Status