Amabibi ft. Kwanda Lyrics
- Genre:Afrobeats
- Year of Release:2022
Lyrics
Noba benga thetha kakubi ngawe mn'and'funi nokuva ngawe and'funi nokuva ngawe
Noba benga kuphamabibi ako mn'and'funi nokuva ngawe and'funi nokuva ngawe
Ntyilo ntyilo yamandi loontsholo itsho kamandi ngoba sthandwa yeyako
Noba bangand'phakamela bath'andiyonto ndzobashiya bezibuza mna ngob'and'funi nokuva ngawe and'fun'ukuva ngawe
Noba benga thetha kakubi ngawe. mn'and'funi nokuva ngawe and'funi nokuva ngawe
Noba benga kuphamabibi ako. Mn'and'funi nokuva ngawe and'funi nokuva ngawe
Angeke bayijik'inqondo yam nawe my love kuba ndifuna wena nempazamo zakho ew'and'funi nokuva ngawe
Kub'and'fun ukohlukana nawe
Inkungu zilala kwi ntaba ngeNtaba, njenge nxaki zethu sizodlula xa sisobabini
Noba benga thetha kakubi ngawe mn'and'funi nokuva ngawe and'funi nokuva ngawe
Noba benga kuphamabibi ako mn'and'funi nokuva ngawe and'funi nokuva ngawe